Uhlaziyo-Mnqophiso 24:7 XHO96

7 “Nawuphi na umntu oqweqwedise umSirayeli, waza wamenza ikhoboka lakhe, okanye wamthengisa ukuze abe likhoboka, makabulawe. Ngaloo ndlela ke noba nibuncothule ububi phakathi kwenu.

funda isahluko epheleleyo Uhlaziyo-Mnqophiso 24

imbono Uhlaziyo-Mnqophiso 24:7 kwimeko