Uhlaziyo-Mnqophiso 26:19 XHO96

19 Ke yena uya kuniphakamisa, nibe ngaphezu kwazo zonke izizwe awazidalayo, khon' ukuze nityibele nibonga nilizisele udumo nesithozela igama lakhe. Ngenene niya kuba ngabantu bakaNdikhoyo uThixo wenu ngokomlomo wakhe.”

funda isahluko epheleleyo Uhlaziyo-Mnqophiso 26

imbono Uhlaziyo-Mnqophiso 26:19 kwimeko