68 UNdikhoyo uya kukubuyisela eJiputa ngeenqanawa, nangona nje ndandithe soze uphinde ubuyele khona. Apho ke uya kuzama ukuzithengisa kwiintshaba zakho, kodwa ke akukho bani uya kuze akuthenge.”
funda isahluko epheleleyo Uhlaziyo-Mnqophiso 28
imbono Uhlaziyo-Mnqophiso 28:68 kwimeko