1 Nantsi ke imiqathango yomnqophiso *uNdikhoyo awayalela uMosis ukuba awenze namaSirayeli kwelaseMowabhi; yona ixhasa umnqophiso owenziwa nguNdikhoyo kwintaba iHorebhe.
funda isahluko epheleleyo Uhlaziyo-Mnqophiso 29
imbono Uhlaziyo-Mnqophiso 29:1 kwimeko