13 Ke sona isiqingatha samaManase ndasinika loo mhlaba useleyo waseGiliyadi, ngokunjalo neBhashan iphela apho kwakulawula uOgi. Yonke loo ngingqi yaseAgobhi kwelaseBhashan yayisaziwa ngokuba ngumhlaba wamaRafa.
funda isahluko epheleleyo Uhlaziyo-Mnqophiso 3
imbono Uhlaziyo-Mnqophiso 3:13 kwimeko