Uhlaziyo-Mnqophiso 3:14 XHO96

14 UJayire wendlu kaManase wawuthatha wonke loo mmandla waseAgobhi, iBhashan, ukuya kutsho kwimimandla yaseGeshuri naseMahaka. Ezo dolophu ke wazithiya ngaye; nangoku ke kusathiwa zezikaJayire.

funda isahluko epheleleyo Uhlaziyo-Mnqophiso 3

imbono Uhlaziyo-Mnqophiso 3:14 kwimeko