Uhlaziyo-Mnqophiso 4:10 XHO96

10 ngalaa mini nanimi phambi koNdikhoyo uThixo wenu kwintaba iHorebhe, apho wathetha nam wathi: ‘Bahlanganise ndawonye aba bantu, ukuze baweve amazwi am, bafunde ukundihlonela nanini na besadla amazimba kweli gada lomhlaba, nokuze bafundise nabantwana babo.’

funda isahluko epheleleyo Uhlaziyo-Mnqophiso 4

imbono Uhlaziyo-Mnqophiso 4:10 kwimeko