Uyobhi 1:21 XHO75

21 Wathi, Ndaphuma ndize esizalweni sikama, ndiya kubuyela khona ndikwazé: uYehova wanika, ikwanguYehova othabathileyo; igama likaYehova malibongwe.

funda isahluko epheleleyo Uyobhi 1

imbono Uyobhi 1:21 kwimeko