1 Yeziganeko 18:5 XHO96

5 Athe ke ama-Aram aseDamasko akuzama ukuncedisa uHadadizere ukumkani waseZobha, wasuka uDavide wabulala amashumi amabini anambini amawaka awo.

funda isahluko epheleleyo 1 Yeziganeko 18

imbono 1 Yeziganeko 18:5 kwimeko