1 Yeziganeko 22:11 XHO96

11 Ngoko ke ngoku, nyana wam, ngamana wanawe uNdikhoyo; ngamana waphumelela ekuyakheni indlu kaNdikhoyo uThixo wakho, nanjengoko wayethe uya kuyakha.

funda isahluko epheleleyo 1 Yeziganeko 22

imbono 1 Yeziganeko 22:11 kwimeko