1 Yeziganeko 23:1 XHO96

1 Ke kaloku uthe akukhula, xa seleyindoda enkulu, uDavide wabeka unyana wakhe uSolomon wangukumkani kwaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo 1 Yeziganeko 23

imbono 1 Yeziganeko 23:1 kwimeko