1 Yeziganeko 23:5 XHO96

5 Ke wona amawaka amane aya kuba ngabagcini-masango; kananjalo amanye amawaka amane adumise uNdikhoyo ngeengoma esebenzisa izikhalisi endizilungiselele loo njongo.”

funda isahluko epheleleyo 1 Yeziganeko 23

imbono 1 Yeziganeko 23:5 kwimeko