1 Yeziganeko 25:5 XHO96

5 Bonke aba babengoonyana bakaHeman *umshumayeli kakumkani. Wayebanikwe ngokwesithembiso sikaThixo sokuphakamisa isidima sakhe. Ewe, uThixo wanika uHeman oonyana abalishumi elinane neentombi ezintathu.

funda isahluko epheleleyo 1 Yeziganeko 25

imbono 1 Yeziganeko 25:5 kwimeko