1 Yeziganeko 29:20 XHO96

20 Ngoku ke uDavide wabhekisa ebandleni lilonke, wathi: “Dombozani nimdumise uNdikhoyo, uThixo wenu.” Ngoko ke bonke abantu bambonga uNdikhoyo uThixo wooyise-mkhulu; ewe, baduma, bakhahlela, bawa phantsi phambi koNdikhoyo naphambi kokumkani.

funda isahluko epheleleyo 1 Yeziganeko 29

imbono 1 Yeziganeko 29:20 kwimeko