10 uHezekiya wazala uManase; uManase wazala uAmon; uAmon wazala uYosiya;
11 uYosiya wazala uJoyakin nabantakwabo ngemihla yokufuduselwa kwabo eBhabheli.
12 Emva kokufuduselwa kwabo eBhabheli uJoyakin wazala uShalatiyeli; uShalatiyeli wazala uZerubhabheli;
13 uZerubhabheli wazala uAbhihudi; uAbhihudi wazala uEliyakim; uEliyakim wazala uAzore;
14 uAzore wazala uZadoki; uZadoki wazala uAkim; uAkim wazala uElihudi;
15 uElihudi wazala uElazare; uElazare wazala uMatan; uMatan wazala uYakobi;
16 uYakobi wazala uJosefu, umyeni kaMariya, unina kaYesu, lo kuthiwa *nguKrestu.