8 uAsa wazala uYoshafati; uYoshafati wazala uYoram; uYoram wazala u-Uziya;
9 u-Uziya wazala uYotam; uYotam wazala uAhazi; uAhazi wazala uHezekiya;
10 uHezekiya wazala uManase; uManase wazala uAmon; uAmon wazala uYosiya;
11 uYosiya wazala uJoyakin nabantakwabo ngemihla yokufuduselwa kwabo eBhabheli.
12 Emva kokufuduselwa kwabo eBhabheli uJoyakin wazala uShalatiyeli; uShalatiyeli wazala uZerubhabheli;
13 uZerubhabheli wazala uAbhihudi; uAbhihudi wazala uEliyakim; uEliyakim wazala uAzore;
14 uAzore wazala uZadoki; uZadoki wazala uAkim; uAkim wazala uElihudi;