Umatewu 10:2 XHO96

2 Nânga ke amagama abafundi abalishumi elinambini: kuqala, uSimon, lo kuthiwa nguPetros, noAndreya umntakwabo; uYakobi, noYohane umntakwabo, oonyana bakaZebhedi;

funda isahluko epheleleyo Umatewu 10

imbono Umatewu 10:2 kwimeko