Umatewu 14:19 XHO96

19 Esiyalele isihlwele ukuba sihlale phantsi engceni, wazithatha ezo zonka zihlanu nezo ntlanzi zimbini, wathi ekhangele ezulwini, wabulela, waziqhekeza izonka, wazinika abafundi bakhe, baza bazabela abantu.

funda isahluko epheleleyo Umatewu 14

imbono Umatewu 14:19 kwimeko