Umatewu 19:21 XHO96

21 UYesu wathi kuye: “Ukuba ufuna ukufeza konke ngokupheleleyo, hamba uye kuzithengisa zonke izinto onazo, wabele amahlwempu imali leyo; woba nobutyebi ezulwini; uze kum ke, undilandele.”

funda isahluko epheleleyo Umatewu 19

imbono Umatewu 19:21 kwimeko