21 UYesu wathi kuye: “Ufuna ntoni?”Wathi yena: “Ndicela ukuba aba nyana bam babini ubanike ezona zikhundla ziphezulu xa wena ungukumkani.”
funda isahluko epheleleyo Umatewu 20
imbono Umatewu 20:21 kwimeko