Umatewu 21:19 XHO96

19 Wathi ebone umkhiwane ngasendleleni, waya kuwo, kodwa akafumana siqhamo, yaba ngamagqabi kuphela. Wathi kuwo: “Makungaze kubekho siqhamo kuwe naphakade.” Waza woma kwangoko umkhiwane lowo.

funda isahluko epheleleyo Umatewu 21

imbono Umatewu 21:19 kwimeko