Umatewu 22:13 XHO96

13 Waza ukumkani wathi kwizicaka: ‘Mbopheni izandla neenyawo, nimphose phandle ebumnyameni lee, apho kuya kubakho ukulila nokungcungcutheka.’

funda isahluko epheleleyo Umatewu 22

imbono Umatewu 22:13 kwimeko