Umatewu 23:15 XHO96

15 “Mawoo, nina bachazi-mthetho nani baFarasi, mamenemenendini! Nityhutyha ulwandle nomhlaba ukuze nizuze nokuba mnye ongenayo ebuJudeni; kuthi ke, nakuba nimzuzile, nimenze ofanelwe sisihogo ngokuphindiweyo kunani.

funda isahluko epheleleyo Umatewu 23

imbono Umatewu 23:15 kwimeko