Umatewu 24:26 XHO96

26 “Ukuba ke kuthiwa kuni: ‘Nankuya entlango,’ ze ningayi; nokuba kuthiwa: ‘Nankuya endlwini,’ ze ningakwamkeli oko;

funda isahluko epheleleyo Umatewu 24

imbono Umatewu 24:26 kwimeko