Umatewu 24:3 XHO96

3 Kwathi, xa uYesu wayehleli phantsi eNtabeni yemiNquma, beza kuye bebodwa abafundi, bathi: “Sixelele ukuba ziya kubakho nini na ezo zinto, nokuba uya kuba yintoni na umqondiso wokuza kwazo nowokupheliswa kweli phakade?”

funda isahluko epheleleyo Umatewu 24

imbono Umatewu 24:3 kwimeko