Umatewu 24:7 XHO96

7 Uhlanga luya kuvukelana nohlanga, nokumkani avukelane nokumkani; kuya kubakho iindlala, neenyikima zomhlaba kwiindawo ngeendawo.

funda isahluko epheleleyo Umatewu 24

imbono Umatewu 24:7 kwimeko