Umatewu 26:35 XHO96

35 UPetros wathi kuye: “Nokuba ndingade ndibe ndiza kufa kunye nawe, andingekhe ndikukhanyele!” Batsho bonke ke abafundi.

funda isahluko epheleleyo Umatewu 26

imbono Umatewu 26:35 kwimeko