23 Kodwa ukuba iliso lakho alilunganga, umzimba wakho uphela woba sebumnyameni. Ke, ukuba ukukhanya okukuwe kububumnyama, koba mnyama kangakanani!”
funda isahluko epheleleyo Umatewu 6
imbono Umatewu 6:23 kwimeko