Umatewu 6:25 XHO96

25 “Kungoko ndithi kuni, musani ukubuxhalela ubomi benu nisithi notya ntoni, nisele ntoni. Kwanomzimba wenu ze ningawuxhaleli, nisithi niya kunxiba ntoni. Ubomi abungaphezulu na kokutyiwayo; wona umzimba awungaphezulu na kokunxitywayo?

funda isahluko epheleleyo Umatewu 6

imbono Umatewu 6:25 kwimeko