Umatewu 7:12 XHO96

12 “Zonke izinto ke enifuna ukuba abantu bazenze kuni, yenzani ezikwanjalo nani kubo. Yiyo leyo ke intsingiselo *yomthetho kaMosis nomyalelo *wabashumayeli bamandulo.”

funda isahluko epheleleyo Umatewu 7

imbono Umatewu 7:12 kwimeko