Umatewu 8:26 XHO96

26 Wathi kubo: “Kutheni na ukuba noyike kangaka, nina balukholo luncinane?” Waphakama ke, wawukhalimela umoya namaza, kwabakho ukuzola okukhulu.

funda isahluko epheleleyo Umatewu 8

imbono Umatewu 8:26 kwimeko