Umatewu 8:28 XHO96

28 UYesu wafika kummandla waseGadara ngaphesheya koLwandle lwaseGalili, wadibana namadoda amabini awayevela emangcwabeni. Ayeneendimoni, ekhohlakele kangangokuba kwakungekho mntu wayenokuhamba ngaloo ndlela.

funda isahluko epheleleyo Umatewu 8

imbono Umatewu 8:28 kwimeko