1 “Umoya wam wonakele, nemihla yam iphelile;ngoku sending'ong'ozelwe lingcwaba.
2 Inene, ngapha nangapha ndiphahlwe ngabandigculelayo;ewe, ndijongene nentiyo yabo.
3 “Nceda, Thixo, undibekele isibambiso.Kakade ke ibingubani omnye ongandikhuselayo?
4 Kaloku iingqiqo zabo uzithe lwale ngokungaqondi;ngoko ke mabangandoyisi.