Uyobi 32:6 XHO96

6 wangenelela ke yena uElihu unyana kaBharakeli waseBhuzi, wathi:“Kambe ke ndiyimveku ngeminyaka,ke nina senikhulile, niziingwevu,nto leyo ke esuke yanditsho ndamathidala,ndoyika ukuphuhlisa olwam uluvo.

funda isahluko epheleleyo Uyobi 32

imbono Uyobi 32:6 kwimeko