1 Ke uElihu utyatyadule wenjenje:
2 “Hoyina, nani nina zilumko;khanibek' iindlebe, nani zingqondi!
3 Ukutya kungcanyulwa lulwimi,ke yona intetho iviwa ziindlebe.
4 Makhe sikhethe oko kulungileyo;ewe, masiphicothe oko kufanelekileyo.