Uyobi 42:16 XHO96

16 Emva koku ke uYobi wahlala iminyaka elikhulu elinamashumi amane. Ewe, wada wabona abazukulwana nabantwana babo kwada kwaya kuthi xhaxhe ngesesine isizukulwana.

funda isahluko epheleleyo Uyobi 42

imbono Uyobi 42:16 kwimeko