Eyemfuduko 10:12 XHO96

12 Kwesi sithuba ke uNdikhoyo wayalela uMosis wathi: “Phakamisa ingalo yakho, uwangawangise kulo lonke elaseJiputa, ukuze kuvele iinkumbi eziya kunqunqutha zonke izityalo nayo yonke into eyasinda esichothweni.”

funda isahluko epheleleyo Eyemfuduko 10

imbono Eyemfuduko 10:12 kwimeko