Eyemfuduko 10:6 XHO96

6 Ziya kunyakazela ezindlwini zakho, kwezamaphakathi, nakuzo zonke izindlu zamaJiputa. Lowo iya kuba ngumbono ongazange walanywa ngooyihlo ngokunjalo nooyihlo-mkhulu ezimbalini zeli lizwe.’ ” Akuba etshilo waphuma, wemka kwakumkani.

funda isahluko epheleleyo Eyemfuduko 10

imbono Eyemfuduko 10:6 kwimeko