13 Ke yena uMosis wathi kuwo: “Sanukoyika; qinani! Niza kubona; uNdikhoyo uza kunihlangula namhlanje! Ke wona la maJiputa niwabonayo namhlanje soze niphinde niwabone kwakhona!
funda isahluko epheleleyo Eyemfuduko 14
imbono Eyemfuduko 14:13 kwimeko