Eyemfuduko 16:12 XHO96

12 “Xelela amaSirayeli ukuba ndizivile izikhalazo zawo; ngoko ke ngokuhlwa ndiya kuwanika inyama atye, ndize ngentsasa elandelayo ndiwaphe intaphane yesonka, khon' ukuze andiqonde ukuba ndinguNdikhoyo uThixo wawo.”

funda isahluko epheleleyo Eyemfuduko 16

imbono Eyemfuduko 16:12 kwimeko