Eyemfuduko 21:4 XHO96

4 Xa lifike lingenamfazi, yaza inkosi yalo yalinika umfazi, waza wazala abantwana, abo bantwana nalo mfazi ngabenkosi yalo; xa likhululekayo liya kubashiya apho.

funda isahluko epheleleyo Eyemfuduko 21

imbono Eyemfuduko 21:4 kwimeko