21 “Ningaze nimphathe kakubi nimcinezele umntu obhacele kwelakowenu. Kaloku nani ngokwenu naningababhaceli kwelaseJiputa.
funda isahluko epheleleyo Eyemfuduko 22
imbono Eyemfuduko 22:21 kwimeko