Eyemfuduko 22:4 XHO96

4 “Into umntu ayibileyo makayihlawule. Ukuba kuthe kanti ungumntu ongenanto, makathengiswe abe likhoboka ukubuyekeza ubusela obo. Ukuba ke inkomo, idonki, okanye igusha, leyo ayibileyo, ifunyenwe kuye isaphila, wohlawula zibe mbini ngenye.

funda isahluko epheleleyo Eyemfuduko 22

imbono Eyemfuduko 22:4 kwimeko