Eyemfuduko 26:37 XHO96

37 Lenzele iintsika ezintlanu ngomngampunzi. Mazityatyekwe ngegolide, zifakwe amahaki egolide. Ke zona mazisekelwe ngeziseko zobhedu ezihlanu.”

funda isahluko epheleleyo Eyemfuduko 26

imbono Eyemfuduko 26:37 kwimeko