Eyemfuduko 28:30 XHO96

30 Kwalapho kwisidanga faka *iiurim neethumim, ukuze uAron ahambe nazo xa esiza kum. Ewe, ngala maxesha makanxibe isikhuselo-sifuba, ukuze asoloko enako ukuyiqonda intando yam mayela namaSirayeli.”

funda isahluko epheleleyo Eyemfuduko 28

imbono Eyemfuduko 28:30 kwimeko