Eyemfuduko 28:38 XHO96

38 Eli cwecwe ke liya kuthi nca ebunzi kuAron, khon' ukuze mna *Ndikhoyo ndiwamkele amadini amaSirayeli, nangona angade abe nempazamo xa anikelayo. Ewe, eli cwecwe malibe sebunzi kuye lonke ixesha. Ngokwenjenjalo abantu bam amaSirayeli baya kuhlala bamkelekile kum.

funda isahluko epheleleyo Eyemfuduko 28

imbono Eyemfuduko 28:38 kwimeko