Eyemfuduko 3:16 XHO96

16 Ngoko ke hamba uwaqokelele amadoda amakhulu amaSirayeli, uthi kuwo: ‘Ndimbonile uNdikhoyo, uThixo wookhokho benu, uThixo ka-Abraham, uThixo kaIsake, uThixo kaYakobi; uthe: “Ndinijongile ndayibona imeko enikuyo apha eJiputa;

funda isahluko epheleleyo Eyemfuduko 3

imbono Eyemfuduko 3:16 kwimeko