Eyemfuduko 3:6 XHO96

6 “Mna ndinguThixo wookhokho bakho; uThixo ka-Abraham, uThixo kaIsake, uThixo kaYakobi.” UMosis ke wabugquma ubuso bakhe, kuba esoyika ukujonga uThixo.

funda isahluko epheleleyo Eyemfuduko 3

imbono Eyemfuduko 3:6 kwimeko