Eyemfuduko 31:13 XHO96

13 makayalele amaSirayeli athi: “Wuhloneleni *uMhla wokuPhumla, uyimini yam; ewe, ungumqondiso phakathi kwam nani kwizizukulwana ngezizukulwana, uxela ukuba mna Ndikhoyo ndanenza naba ngabam ncakasana.

funda isahluko epheleleyo Eyemfuduko 31

imbono Eyemfuduko 31:13 kwimeko