16 Awusasiniki ingca yokwenza izitena, kodwa siyaqhutywa, kusithiwa masenze izitena. Ewe, siyabethwa, kanti isizathu sisebantwini bakho.”
funda isahluko epheleleyo Eyemfuduko 5
imbono Eyemfuduko 5:16 kwimeko